Nasizo Mndende Live eLukhanji FM

Xhorha – Inzwakazi yase Xhorha phantsi ko Masipala wethu wase Mbhashe, UNasizo Mndende no chongelwe kumandulela amagqibela ka ngqoyi – semi finals kukhuphiswano lonobuhle uMiss Grace South Africa uzakube enodliwano ndlebe kwisikhululo sase kuhlaleni iLukhanji FM 93.7 – 104FM nge cala emva kwentsimbi yeshumi elinambini – 12:30 ungaphoswa ngomhla we 27 Novemba. Esi sikhululo sisaza kwi kwi ngingqi yaku Komani nemimandla engqongileyo uyakuqhina ngo Mthatha. Wena mntu ukude namaza omoya eSingqi saku Komani ungathi undwendwele umamele ku Lukhanjifm.listen2myradio.com

#NasizoWethu

Advertisements

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

Connecting to %s

Powered by WordPress.com.

Up ↑

%d bloggers like this: