Tenza Beach Festival – 23 Disemba 2018

Gatyana – Bazakonwatyiswa ngu Bhutiza abathandi bomsitho obanjelwa kunxweme laku Mahasana, iTenza Beach ngo Disemba. Ngokwengxelo epapashwe ngabaququzeleli balomsitho UPastor uzakube eyinxalenye yoluhlu elizakube lisonwabisa abantu kwi Tenza Beach Festival ezakube ibanjwe ngomhla we 23 Disemba 2018. Lo msasazi uphume izandla kwisikhululo uMhlobo Wenene uthandwa kakhulu ngabaphulaphuli, ingakumbi xa ehlinza ngoo Panado, oNomgqabhuzo kwanye no Sakhiman, ukwaku ngu DJ ovunyiwe.

“Hola Bhutizaaaa, ninini ndizakube ndiku Tenza Beach”

Pastor.jpg

Advertisements

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

Connecting to %s

Powered by WordPress.com.

Up ↑

%d bloggers like this: