Nonzwakazi Mgudlwa Presents: A Day with God Gospel Show

Ukuba ungu mthandi nomxhasi we mvumi ze gospel kwaye uzinze kwele Ntshona Koloni, eKraaifontein, eWallacedene. Masidibaneni Enkululekweni Primary School ngo Mgqibelo 8 September 2018 ngethuba uNonzwakazi Mgudlwa ekuphathela ingxikela ye Gospel – A day with God Gospel show.

Imvumi ezakube zidyusha eqongeni:

Thumeka | Ntobeko |Phiwe |Yolanda |Velile |Beja |Mvuyisi |Mahapa |Zipho |Bonga |Mveliso| Mboneni |

Injoli Yakho Yosuku –

MC: Mfuras Mfondini – [Ex Presenter of Radio KC & WCFM]

Nzwaki

Nathi Sakube Sikhona, ungaphoswa – A day with God Gospel Show eNkululekweni Primary School, eWallacedene, EKraaifontein ngo Mgqibelo 08 September 2018

Amatikiti axabisa : R70 (General  – R150 (VIP)

Ngecukacha ezithe qabavu tsalela ku: 078 000 7079 (Nonzwakazi)

Advertisements

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

Connecting to %s

Powered by WordPress.com.

Up ↑

%d bloggers like this: